Imbali

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search
Ngumfanekiso obizwa ngokuba yiHistoria lo otyunjwe nguNikolaos Gysis (1892)

Imbali kukufunyanwa, ukuqokelelwa nokunikezelwa kwengxelo ngeziganeko ezedlulayo. Imbali ikwathetha ixesha emva kokuba ukubhala kuyiliwe. Iingcaphephe ezibhala ngeembali kuthiwa ngoonobalisa. Lo ngumbandela wophando osebenzisa ukubalisa ukuqwalasela nokuphonononga ukulandelana kweziganeko, yaye maxa wambi yenza uphando olungenamkhethe izibakala zokwenzekayo nokubanga oko kwenzeke ekudaleni iziganeko. Oonobalisa bayaxoxa ngobume bembali nokubaluleka kwayo. Nantso ke ingxelo ngembali.