Iphepha Elingundoqo

From Wikipedia
Jump to: navigation, search

Wamnkelekile kwaWikipedia,

umqulu wolwazi lwasimahla.
Sele sinezihloko zamaphepha ezingama-497 ngoku esiXhoseni.

isiZulu
isiBhulu

IsiPedi
IsiSotho

IsiNgesi
IsiTswana

Flag of South Africa.svg
Wapen van Suid-Afrika.png
Masingen' enkomeni, singaphozisi maseko.

Ubuchule bokwenza iWikipedia ekhonza uluntu kwihlabathi jikelele iyasikhuthaza ukuba sizame ukuphuhlisa ulwimi lwesiXhosa ngokwakha iXhosapedia. Uluntu oluthetha isiXhosa luthe saa kwihlabathi liphela nangona uninzi lwethu luqukene eMzantsi-Afrika, ikakhulu kwiPhondo iMpuma-Kapa. Siyanimema nonke, mawethu, thathani inxaxheba ekwakheni isiXhosa kwelinxiwa siliphiwa kulo mqulu iWikipedia. Ukwenza njalo kuyakukhuthaza uluntu kwihlabathi jikelele ukuba lufunde ulwimi lwesiXhosa, nto leyo eyakukhuthaza udlelwano nezizwe ngezizwe rhwelele. Lonto ithetha ukuba inkqubela yoMzantsi-Afrika ixhomekeke kwimigudu esiyenzayo ukukhusela iilwimi zabantu abamnyama ukuze zityenziswe banzi kwezo rhwebo nombangazwe nakwamanye amaphulo. Ngamafutshane masithi lo singawo umba apha ume ngoluhlobo:

AmaXhosa ngabantu abayithandayo into entle, abantu abakholelwayo kukuhlalisana kakuhle nabanye abantu (bezinye iintlanga nezizwe). Isizwe samaXhosa njengazo zonke izizwe zaseAfrika zikholelwa kakhulu kwizinto zomoya, ubomi obuphilwa ngaba bantu busekelezelwe kwizinto zomoya. Umz: aba bantu bakholelwa ekuthini ukuze baphile ubomi obububo kufuneka bakholise uMdali wabo, uQamata.

Abukho ubomi obunokubasa empumelelweni eyiyo bengathanga banqule kuye uQamata abangamboniyo ngeliso lenyama. Kuthi kwakuvisiswana naye uQamata baphile ngokholo lokuba zonke izinto ziza kuhamba kutghg kakuhle, amathamsanqa aza kubalandela ze wona amashwa awagxothe uQamata phakathi kwabo. Eli candelo lisaphuhliswa. Ungatyhafi, uphinde ubuye kwamsinya. Ukuba unanto ithile ufuna ndikubekele apha, yithumele kum nge-email uyenze ibe yi-word attachment. mna ndiza kuyibhala apha ngolo hlobo uyithumele ngalo so ndiyakubongoza bhala kakuhle uyilungise imbalelwano yakho. I-email yam ithi: veech18@yahoo.com. Ifone yona ithi ( 27)73 911 6933. Mandishenxe okwangoku!

Ezi ke sithi bayibe ziziqingatha ekwakheni le Xhosapedia okwangoku, kodwa ke ziyatshintsha ekuhambeni kwexesha.

Malusasazwe ulwazi lokwakhiwa kwale Xhosapedia kuMzantsi-Afrika iphela, ikakhulu kubafundi kumabanga aphezulu. Lo ngumsebenzi wakhe wonke ubani ofuna ukuthath' inxaxheba. Masiphum' iphulo, Mzi kaPhalo, sibiz' iinzululwazi zesiXhosa zize kusixhasa ukwenza ukuba imigudu yethu ihlonipheke kubasebenzisi bomMnathazwe (internet). Ukwenza njalo kukuphilisa inkululeko yesizwe, kukukhonza uluntu, yaye okuphambili kukuzimasa uluntu kwihlabathi liphela. AMANDLA! NGAWETHU!

IMBALI EMFUTSHANE (EBHALWE NGESIXHOSA)YABABHALI BEELWIMI ZESINTU

Benedict Wallet Vilakazi
Walter Benson Rubusana

Abanye oo-Wiki
Meta-Wikipedia - Wiktionary - Wikiquote - Wikibooks - WikiSource


Xa ufuna ukwazi ngakumbi, yiya kwiwebsite elikomkhulu


Oo-Wikipedia bezinye iilwimi zasemZantsi Afrika

IsiBhulu · IsiNgesi · IsiPedi · IsiSotho · IsiSwati · IsiTsonga · IsiTswana · IsiVenda · IsiZulu

Abanye oo-Wikipedia bezinye iilwimi zasemZantsi Afrika ezingekho kwezi zisetyenziswa kakhulu

Afar · Akan · አማርኛ · Bamanankan · Chi-Chewa · Ɛʋɛ · Fulfude · Luganda · هَوُسَ · Otsiherero · Ìgbo · Kanuri · Kongo · Kuanyama · Gĩkũyũ · Malagasy · Malti · Lingala · Kinyarwanda · Oromoo · Kirundi · Sängö · chiShona · Soomaaliga · Kiswahili · ትግርኛ · chiTumbuka · Twi · Oshiwambo · Wolof · Yorùbá · (Xa ufuna ukujonga ezinye iilwimi zeWikipedia, jonga kuludwe olusecaleniedias)